2 Kumkani 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Owu Yehova, thoba indlebe yakho uve.+ Owu Yehova, vula amehlo akho+ ubone, uze uweve amazwi athunyelwe nguSenaribhe ukuze angcikive+ uTHIXO ophilayo. Zekariya 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ngubani na oyideleleyo imini yezinto ezincinane?+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuba nemihlali+ baze bayibone ilothe yokulinganisa esandleni sikaZerubhabheli. Ezi zisixhenxe ngamehlo kaYehova.+ Asingasinga emhlabeni wonke.”+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
16 Owu Yehova, thoba indlebe yakho uve.+ Owu Yehova, vula amehlo akho+ ubone, uze uweve amazwi athunyelwe nguSenaribhe ukuze angcikive+ uTHIXO ophilayo.
10 Kuba ngubani na oyideleleyo imini yezinto ezincinane?+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuba nemihlali+ baze bayibone ilothe yokulinganisa esandleni sikaZerubhabheli. Ezi zisixhenxe ngamehlo kaYehova.+ Asingasinga emhlabeni wonke.”+
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+