1 Kumkani 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ukuze amehlo akho abe nokuvulekela+ kule ndlu ubusuku nemini, kule ndawo wathi ngayo, ‘Igama lam liya kuba lapho,’+ ukuze uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho ngale ndawo.+ INdumiso 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndithobele indlebe yakho.+Ndihlangule ngokukhawuleza.+Yiba ligwiba elilulwalwa kum,+Indlu eligwiba yokundisindisa.+ INdumiso 65:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Owu mphulaphuli wemithandazo, abantu bayo yonke inyama baya kuza kuwe.+
29 ukuze amehlo akho abe nokuvulekela+ kule ndlu ubusuku nemini, kule ndawo wathi ngayo, ‘Igama lam liya kuba lapho,’+ ukuze uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho ngale ndawo.+
2 Ndithobele indlebe yakho.+Ndihlangule ngokukhawuleza.+Yiba ligwiba elilulwalwa kum,+Indlu eligwiba yokundisindisa.+