IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Yaye ngokuqinisekileyo baya kusivuma isiphoso sabo+ nesiphoso sooyise ekungathembekini kwabo abaye baziphatha ngako ngokungathembeki kum, ewe, ekuhambeni kwabo ngokuchasene nam.+

  • 2 Kumkani 22:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 ngenxa yokuba intliziyo yakho+ ibithambile kangangokuba uye wazithoba+ ngenxa kaYehova ekuveni kwakho endikuthethileyo nxamnye nale ndawo nabemi bayo ukuba iza kuba yinto yokukhwankqiswa nesiqalekiso,+ wandula wena wazikrazula+ izambatho zakho walila phambi kwam, mna, ewe mna, ndivile,” utsho uYehova.+

  • Nehemiya 9:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye imbewu kaSirayeli yazahlula+ kubo bonke abasemzini,+ yaza yema yenza uvumo+ lwezono+ zayo neziphoso zooyise.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share