Levitikus 26:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Yaye ngokuqinisekileyo baya kusivuma isiphoso sabo+ nesiphoso sooyise ekungathembekini kwabo abaye baziphatha ngako ngokungathembeki kum, ewe, ekuhambeni kwabo ngokuchasene nam.+ 1 Kumkani 21:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Umbonile na indlela azithobe ngayo uAhabhi ngenxa yam?+ Ngenxa yokuba ezithobile ngenxa yam, andiyi kuyizisa intlekele ngemihla yakhe.+ Ndiya kuyizisela intlekele indlu yakhe ngemihla yonyana wakhe.”+ Mika 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuxelele, mntundini wasemhlabeni, okulungileyo.+ Kwaye yintoni ayibizayo kuwe uYehova ngaphandle kokuqhelisela okusesikweni+ nokuthanda ububele+ nokuthozama+ ekuhambeni noThixo wakho?+ Yakobi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+
40 Yaye ngokuqinisekileyo baya kusivuma isiphoso sabo+ nesiphoso sooyise ekungathembekini kwabo abaye baziphatha ngako ngokungathembeki kum, ewe, ekuhambeni kwabo ngokuchasene nam.+
29 “Umbonile na indlela azithobe ngayo uAhabhi ngenxa yam?+ Ngenxa yokuba ezithobile ngenxa yam, andiyi kuyizisa intlekele ngemihla yakhe.+ Ndiya kuyizisela intlekele indlu yakhe ngemihla yonyana wakhe.”+
8 Ukuxelele, mntundini wasemhlabeni, okulungileyo.+ Kwaye yintoni ayibizayo kuwe uYehova ngaphandle kokuqhelisela okusesikweni+ nokuthanda ububele+ nokuthozama+ ekuhambeni noThixo wakho?+
6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+