2 Kronike 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Xa amazulu evaliwe kangangokuba kungabikho mvula,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze kule ndawo+ balibonge igama lakho babuye nasesonweni sabo ngenxa yokuba uye waqhubeka ubaxhwalekisa,+
26 “Xa amazulu evaliwe kangangokuba kungabikho mvula,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze kule ndawo+ balibonge igama lakho babuye nasesonweni sabo ngenxa yokuba uye waqhubeka ubaxhwalekisa,+