1 Kumkani 8:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 “Xa izulu livaliwe kangangokuba kungabikho mvula,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze kule ndawo+ balibonge igama lakho, babuye nasesonweni sabo, ngenxa yokuba uye waqhubeka ubaxhwalekisa,+
35 “Xa izulu livaliwe kangangokuba kungabikho mvula,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze kule ndawo+ balibonge igama lakho, babuye nasesonweni sabo, ngenxa yokuba uye waqhubeka ubaxhwalekisa,+