Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndamkhunga+ ke uYehova ndathi, ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, musa ukubonakalisa abantu bakho, abayinqobo kuwe,+ obakhululeyo ngobukhulu bakho, wabakhupha eYiputa+ ngesandla esomeleleyo.+ Duteronomi 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekuzinikeni kOyena Uphakamileyo iintlanga ilifa,+Ekubahlukaniseni kwakhe oonyana baka-Adam,+Wayizinzisa imida yezizwana+Ngokwenani loonyana bakaSirayeli.+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
26 Ndamkhunga+ ke uYehova ndathi, ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, musa ukubonakalisa abantu bakho, abayinqobo kuwe,+ obakhululeyo ngobukhulu bakho, wabakhupha eYiputa+ ngesandla esomeleleyo.+
8 Ekuzinikeni kOyena Uphakamileyo iintlanga ilifa,+Ekubahlukaniseni kwakhe oonyana baka-Adam,+Wayizinzisa imida yezizwana+Ngokwenani loonyana bakaSirayeli.+