IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 (Kuba uSolomon wayenze iqonga+ lobhedu walibeka phakathi kwentendelezo.+ Ubude balo babuziikubhite ezintlanu, buziikubhite ezintlanu ububanzi, nokuphakama kwalo kuziikubhite ezintathu; waqhubeka emi kulo.) Waguqa+ ngamadolo phambi kwalo lonke ibandla likaSirayeli wazolulela emazulwini izandla zakhe.+

  • INdumiso 95:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Ngenani, masinqule size siqubude;+

      Masiguqe+ phambi koYehova uMenzi wethu.+

  • Luka 22:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Wathi cebu kubo umgama ongangokugityiselwa kwelitye, waguqa ngamadolo wathandaza,

  • IZenzo 20:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Waza akuba ezitshilo ezi zinto, waguqa+ phantsi kunye nabo bonke waza wathandaza.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share