1 Kumkani 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba wayenobukhosi kuyo yonke into eyayinganeno koMlambo+, ukusuka eTifesa ukuya eGaza,+ kwanakubo bonke ookumkani ababenganeno koMlambo;+ kwaye waba noxolo+ kuyo yonke imimandla yakhe, macala onke. 2 Kronike 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye wahlabela mgama wakha izixeko ezinqatyisiweyo kwaYuda,+ kuba ilizwe lalingenasiphazamiso; kwakungekho mfazwe nxamnye naye ngaloo minyaka, kuba uYehova wamnika ukuphumla.+ Hebhere 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba thina babonisa ukholo siyangena ekuphumleni, kanye njengoko ethe: “Ngoko ndafunga+ ndinomsindo ndathi, ‘Abayi kungena+ ekuphumleni kwam,’”+ nangona imisebenzi yakhe yagqitywayo+ kwasekusekweni kwehlabathi.+
24 Kuba wayenobukhosi kuyo yonke into eyayinganeno koMlambo+, ukusuka eTifesa ukuya eGaza,+ kwanakubo bonke ookumkani ababenganeno koMlambo;+ kwaye waba noxolo+ kuyo yonke imimandla yakhe, macala onke.
6 Yaye wahlabela mgama wakha izixeko ezinqatyisiweyo kwaYuda,+ kuba ilizwe lalingenasiphazamiso; kwakungekho mfazwe nxamnye naye ngaloo minyaka, kuba uYehova wamnika ukuphumla.+
3 Kuba thina babonisa ukholo siyangena ekuphumleni, kanye njengoko ethe: “Ngoko ndafunga+ ndinomsindo ndathi, ‘Abayi kungena+ ekuphumleni kwam,’”+ nangona imisebenzi yakhe yagqitywayo+ kwasekusekweni kwehlabathi.+