2 Samuweli 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye uDavide wahlala apho kwigwiba, yaye labizwa ngokuba sisiXeko sikaDavide; waza uDavide wakha macala onke esusela eSigangeni+ nangaphakathi. 1 Kumkani 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye nasi isizathu esambangela ukuba aphakamise isandla sakhe nxamnye nokumkani: USolomon wayakhe iSiganga.+ Wayelivalile ithuba lesiXeko sikaDavide uyise.+ 2 Kumkani 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Noko ke, abakhonzi bakhe+ bamanyana, benza iyelenqe+ baza bamxabela uYehowashe endlwini+ yeSiganga,+ endleleni eyehlela eSila.
9 Yaye uDavide wahlala apho kwigwiba, yaye labizwa ngokuba sisiXeko sikaDavide; waza uDavide wakha macala onke esusela eSigangeni+ nangaphakathi.
27 Yaye nasi isizathu esambangela ukuba aphakamise isandla sakhe nxamnye nokumkani: USolomon wayakhe iSiganga.+ Wayelivalile ithuba lesiXeko sikaDavide uyise.+
20 Noko ke, abakhonzi bakhe+ bamanyana, benza iyelenqe+ baza bamxabela uYehowashe endlwini+ yeSiganga,+ endleleni eyehlela eSila.