1 Kumkani 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yiyo le ingxelo engabo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa+ abo uKumkani uSolomon wayebabizele ukuba baze kwakha indlu kaYehova+ nendlu yakhe neSiganga+ sodonga+ lwaseYerusalem neHatsore+ neMegido+ neGezere.+ 1 Kumkani 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, intombi kaFaro+ yaphuma kwisiXeko sikaDavide+ yaya kweyayo indlu awayeyakhele yona. Kungoko awathi wakha iSiganga.+
15 Yiyo le ingxelo engabo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa+ abo uKumkani uSolomon wayebabizele ukuba baze kwakha indlu kaYehova+ nendlu yakhe neSiganga+ sodonga+ lwaseYerusalem neHatsore+ neMegido+ neGezere.+
24 Noko ke, intombi kaFaro+ yaphuma kwisiXeko sikaDavide+ yaya kweyayo indlu awayeyakhele yona. Kungoko awathi wakha iSiganga.+