Genesis 41:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Wakuqokelela konke ukudla kwaloo minyaka isixhenxe yalifikelayo ilizwe laseYiputa waza wakubeka ukudla oko ezixekweni.+ Ukudla kwamasimi awayejikeleze isixeko wakubeka phakathi kwaso.+ Eksodus 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+
48 Wakuqokelela konke ukudla kwaloo minyaka isixhenxe yalifikelayo ilizwe laseYiputa waza wakubeka ukudla oko ezixekweni.+ Ukudla kwamasimi awayejikeleze isixeko wakubeka phakathi kwaso.+
11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+