IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 10:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 no-Ofire+ noHavila+ noYobhabhi;+ bonke aba babengoonyana bakaYoketan.

  • 1 Kumkani 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Umkhosi weenqanawa+ zikaHiram ezazithwele igolide eyayivela eOfire+ wezisa namaplanga amaninzi kakhulu omthi womalgumi+ evela eOfire namatye axabisekileyo.+

  • 1 Kronike 29:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 iitalente zegolide ezingamawaka amathathu egolide yakwaOfire,+ namawaka asixhenxe eetalente zesilivere esulungekileyo, yokutyabeka iindonga zezindlu;

  • 2 Kronike 9:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngapha koko, abakhonzi bakaHiram+ nabakhonzi bakaSolomon bezisa igolide+ eyayivela eOfire bezisa namaplanga omthi+ womalgumi namatye axabisekileyo.+

  • Yobhi 22:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ukuba isimbiwa esixabisekileyo sibekwa eluthulini

      Negolide yakwaOfire+ kwiliwa lentlambo,

  • INdumiso 45:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Phakathi kwabafazi bakho abaxabisekileyo kukho iintombi+ zookumkani.

      Iqabane elingukumkanikazi+ limi esandleni sakho sasekunene negolide yakwaOfire.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share