1 Kumkani 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo. 2 Kronike 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ubulumko nolwazi uzinikiwe;+ kwanendyebo nobutyebi nembeko ndiya kukunika ekungabangakho unazo kookumkani ababekho phambi kwakho,+ nekungekho bani uya kuba nazo emva kwakho.”+ IMizekeliso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova unika ubulumko;+ emlonyeni wakhe kuphuma ukwazi nokuqonda.+ Daniyeli 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Aba bantwana bane ke, uTHIXO oyinyaniso wabanika ulwazi, nokuziqonda zonke iincwadi, nobulumko;+ yaye uDaniyeli yena wayeyiqonda yonke imibono namaphupha.+
28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo.
12 ubulumko nolwazi uzinikiwe;+ kwanendyebo nobutyebi nembeko ndiya kukunika ekungabangakho unazo kookumkani ababekho phambi kwakho,+ nekungekho bani uya kuba nazo emva kwakho.”+
17 Aba bantwana bane ke, uTHIXO oyinyaniso wabanika ulwazi, nokuziqonda zonke iincwadi, nobulumko;+ yaye uDaniyeli yena wayeyiqonda yonke imibono namaphupha.+