IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ndozitshabalalisa ngokuqinisekileyo iindawo zenu eziphakamileyo ezingcwele,+ ndizinqumle iziganga zenu zeziqhumiso ndize ndizibeke izidumbu zenu phezu kwezidumbu zezithixo zenu ezinezothe;+ yaye umphefumlo wam uya kusuka unenyanye.+

  • Numeri 33:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+

  • 2 Kumkani 21:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko waphinda wazakha iindawo eziphakamileyo ezo uHezekiya uyise wayezitshabalalisile,+ wamisa nezibingelelo zikaBhahali, wenza nesibonda esingcwele, kanye njengoko uAhabhi+ ukumkani wakwaSirayeli wenzayo; yaye waqalisa ukuqubuda+ kuwo wonke umkhosi wamazulu+ waza wawukhonza.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share