IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 18:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Nguye owashenxisa iindawo eziphakamileyo+ waza wazaphula zaziingceba iintsika ezingcwele,+ wagawula isibonda esingcwele+ wayityumza yaziingceba inyoka yobhedu+ eyenziwa nguMoses;+ kuba kude kube ngaloo mihla oonyana bakaSirayeli babeqhumisela imibingelelo+ kuyo ngokuqhubekayo, kwaye yayibizwa ngokuthi sisithixo esiyinyoka yobhedu.+

  • 2 Kumkani 18:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ukuba kunokwenzeka nithi kum, ‘Sikholose ngoYehova+ uThixo wethu,’+ asinguye na lowo uHezekiya+ ashenxise iindawo zakhe eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe, ngoxa esithi kuYuda neYerusalem, ‘Ufanele uqubude eYerusalem phambi kwesi sibingelelo’?”’+

  • 2 Kronike 32:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 AsingoHezekiya na lo owazisusayo iindawo eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe+ wandula wathi kuYuda naseYerusalem: “Nifanele niqubude+ phambi kwesibingelelo esinye+ nize niqhumise umbingelelo phezu kwaso”?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share