IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 27:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Kwaye uya kuphila+ ngekrele lakho, umkhonze+ umninawa wakho. Kodwa wothi wakudlokova, uyaphule ngenene idyokhwe yakhe entanyeni yakho.”+

  • 1 Samuweli 29:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Zacaphuka ke ngakuye iinkosana zamaFilisti; zaza zathi kuye: “Yenze ibuye le ndoda,+ kwaye yibuyisele endaweni oyabele yona; mayingehli nathi ukuya edabini, ukuze ingabi ngumchasi+ wethu edabini. Yaye lo mntu uya kuzenza akholeke ngantoni na enkosini yakhe? Akungeentloko zaloo madoda ethu na?

  • 1 Kumkani 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye ngoku uYehova uThixo wam undinike ukuphumla macala onke.+ Akukho mchasi, kwaye akukho nto imbi yenzekayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share