2 Kumkani 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli,+ wadlulisa nonyana wakhe emlilweni,+ ngokuvumelana nezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo ngenxa yoonyana bakaSirayeli. 2 Kumkani 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wadlulisa unyana wakhe emlilweni,+ waza waqhelisela umlingo,+ wahlaba izihlabo, wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+ Wenza okubi emehlweni kaYehova ngomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise. Isaya 57:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+
3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli,+ wadlulisa nonyana wakhe emlilweni,+ ngokuvumelana nezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo ngenxa yoonyana bakaSirayeli.
6 Wadlulisa unyana wakhe emlilweni,+ waza waqhelisela umlingo,+ wahlaba izihlabo, wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+ Wenza okubi emehlweni kaYehova ngomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.
5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+