IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 11:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yaye wahlabela mgama wathi kuYerobhoham:

      “Zithabathele iziqwenga ezilishumi; kuba utshilo uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Ndiyabukrazula ubukumkani esandleni sikaSolomon, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika izizwe ezilishumi.+

  • 1 Kumkani 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kwathi kamsinya nje akuba evile wonke uSirayeli ukuba uYerobhoham ubuyile, bathumela kwaoko baza bambizela kwindibano, bamenza ukumkani phezu koSirayeli wonke.+ Akukho namnye owaba ngumlandeli wendlu kaDavide ngaphandle kwesizwe sikaYuda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share