2 Kumkani 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ukumkani waseAsiriya wezisa abantu abavela eBhabhiloni+ naseKuta naseAva+ naseHamati+ naseSefarvayim+ waza wabahlalisa kwizixeko zaseSamariya+ esikhundleni soonyana bakaSirayeli; yaye balihlutha elaseSamariya baza bahlala kwizixeko zalo.
24 Ukumkani waseAsiriya wezisa abantu abavela eBhabhiloni+ naseKuta naseAva+ naseHamati+ naseSefarvayim+ waza wabahlalisa kwizixeko zaseSamariya+ esikhundleni soonyana bakaSirayeli; yaye balihlutha elaseSamariya baza bahlala kwizixeko zalo.