1 Kumkani 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye ukuba uya kuhamba ezindleleni zam ngokugcina imimiselo yam+ nemiyalelo yam, kanye njengoko uDavide uyihlo wahambayo,+ ndiya kuyolula nemihla yakho.”+ 1 Kumkani 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+ 2 Kronike 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waqhubeka esenza okulungileyo emehlweni kaYehova,+ ngako konke awakwenzayo uDavide ukhokho wakhe.+
14 Kwaye ukuba uya kuhamba ezindleleni zam ngokugcina imimiselo yam+ nemiyalelo yam, kanye njengoko uDavide uyihlo wahambayo,+ ndiya kuyolula nemihla yakho.”+
5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+