IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 28:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ke wona amaFilisti,+ ahlasela isixeko saseShefela+ nesaseNegebhi+ zakwaYuda aza athimba iBhete-shemeshe+ neAyalon+ neGederoti+ neSoko+ needolophu eziphantsi kwayo neTimna+ needolophu eziphantsi kwayo neGimzo needolophu eziphantsi kwayo; yaye ahlala khona.

  • Isaya 14:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Musa ukuba nemihlali,+ Filisti,+ nabani na kuwe, ngenxa nje yokuba umsimelelo walowo ubekubetha waphukile.+ Kuba engcanjini yenyoka+ kuya kuphuma inyoka enobuhlungu,+ kwaye isiqhamo sayo iya kuba yinyoka ebumlilorha ephaphazelayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share