2 Kumkani 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngonyaka weshumi elinesibini ka-Ahazi ukumkani wakwaYuda, uHosheya+ unyana kaElaha waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya+ iminyaka esithoba.
17 Ngonyaka weshumi elinesibini ka-Ahazi ukumkani wakwaYuda, uHosheya+ unyana kaElaha waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya+ iminyaka esithoba.