2 Kumkani 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Khangela! Nawe ukuvile oko ookumkani baseAsiriya bakwenzayo kuwo onke amazwe ngokuwatshabalalisa;+ ngaba wena uya kuhlangulwa na?+ Isaya 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+ Hoseya 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba yena ngokwakhe unyukele kuAsiriya,+ njengeqwarhashe lizahlula.+ Kwimeko kaEfrayim, uqeshe izithandwa.+ Amosi 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Sona kanye isixeko esaphuma sinewaka siya kusala nekhulu; nesiphuma sinekhulu siya kusala neshumi, kwindlu kaSirayeli.’+
11 Khangela! Nawe ukuvile oko ookumkani baseAsiriya bakwenzayo kuwo onke amazwe ngokuwatshabalalisa;+ ngaba wena uya kuhlangulwa na?+
4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+
9 Kuba yena ngokwakhe unyukele kuAsiriya,+ njengeqwarhashe lizahlula.+ Kwimeko kaEfrayim, uqeshe izithandwa.+
3 “Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Sona kanye isixeko esaphuma sinewaka siya kusala nekhulu; nesiphuma sinekhulu siya kusala neshumi, kwindlu kaSirayeli.’+