2 Kronike 32:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Emva kwezi zinto neli khondo lokuthembeka+ uSenaribhe+ ukumkani waseSiriya+ weza waza wamngenela uYuda wamisa inkampu nxamnye nezixeko ezinqatyisiweyo,+ waqhubeka ecinga ukuzenza ezakhe ngokutyhoboza. Isaya 36:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ke kaloku kwathi ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye nazo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba.+
32 Emva kwezi zinto neli khondo lokuthembeka+ uSenaribhe+ ukumkani waseSiriya+ weza waza wamngenela uYuda wamisa inkampu nxamnye nezixeko ezinqatyisiweyo,+ waqhubeka ecinga ukuzenza ezakhe ngokutyhoboza.
36 Ke kaloku kwathi ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye nazo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba.+