IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 UYehova waba naye.+ Naphi na apho wayesiya khona, wayesenza ngokunengqiqo;+ yaye wavukela ukumkani waseAsiriya ibe akazange amkhonze.+

  • Ezra 4:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 ukuze kuhlowe incwadi yengxelo+ yamanyange akho. Uya kwandula ufumane encwadini yengxelo uze uqonde ukuba esa sixeko sisixeko semvukelo nesibangela ilahleko kookumkani nakumaphondo, yaye ngaphakathi kuso kwakukho abaphembi bemvukelo ukususela kwimihla yakudala. Ngenxa yesi sizathu kwaba senkangala kweso sixeko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share