Estere 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko lo mbandela wancinwa waza ekugqibeleni wafunyanwa, baza baxhonywa+ esibondeni bobabini;+ emva koko oko kwabhalwa encwadini yemicimbi+ yaloo mihla phambi kukakumkani. Estere 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ebudeni bobo busuku ukumkani waphuthelwa.+ Ngoko ke wathi makuziswe incwadi yengxelo yemicimbi+ yamaxesha. Ngaloo ndlela yafundwa phambi kukakumkani.
23 Ngoko lo mbandela wancinwa waza ekugqibeleni wafunyanwa, baza baxhonywa+ esibondeni bobabini;+ emva koko oko kwabhalwa encwadini yemicimbi+ yaloo mihla phambi kukakumkani.
6 Ebudeni bobo busuku ukumkani waphuthelwa.+ Ngoko ke wathi makuziswe incwadi yengxelo yemicimbi+ yamaxesha. Ngaloo ndlela yafundwa phambi kukakumkani.