Isaya 36:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Khangela! Ukholose ngenkxaso yale ngcongolo ityumkileyo,+ iYiputa,+ leyo, ukuba umntu unokuxhathisa ngayo, ngokuqinisekileyo ingangena entendeni yakhe ize iyihlabe. Unjalo uFaro+ ukumkani waseYiputa kubo bonke abo bakholose ngaye.+ Hezekile 29:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bonke abemi baseYiputa baya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ngenxa yokuba bona babe yingcongolo yokuxhasa indlu kaSirayeli.+
6 Khangela! Ukholose ngenkxaso yale ngcongolo ityumkileyo,+ iYiputa,+ leyo, ukuba umntu unokuxhathisa ngayo, ngokuqinisekileyo ingangena entendeni yakhe ize iyihlabe. Unjalo uFaro+ ukumkani waseYiputa kubo bonke abo bakholose ngaye.+
6 Bonke abemi baseYiputa baya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ngenxa yokuba bona babe yingcongolo yokuxhasa indlu kaSirayeli.+