2 Kumkani 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Noko ke, ukumkani waseAsiriya walifumana iyelenqe+ likaHosheya, kuba wayethumele abathunywa kuSo ukumkani waseYiputa+ waza akaluzisa unikelo kukumkani waseAsiriya njengakwiminyaka engaphambili. Ngenxa yoko ukumkani waseAsiriya wamvalela wamgcina ebotshiwe endlwini yamabanjwa.+ Isaya 30:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 abo banduluka behle baye eYiputa+ nabo bangabuzanga emlonyeni wam,+ ukuze baye kungena ekhusini legwiba likaFaro nokuze basabele emthunzini waseYiputa!+ Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
4 Noko ke, ukumkani waseAsiriya walifumana iyelenqe+ likaHosheya, kuba wayethumele abathunywa kuSo ukumkani waseYiputa+ waza akaluzisa unikelo kukumkani waseAsiriya njengakwiminyaka engaphambili. Ngenxa yoko ukumkani waseAsiriya wamvalela wamgcina ebotshiwe endlwini yamabanjwa.+
2 abo banduluka behle baye eYiputa+ nabo bangabuzanga emlonyeni wam,+ ukuze baye kungena ekhusini legwiba likaFaro nokuze basabele emthunzini waseYiputa!+
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+