2 Kumkani 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Bamemeza kukumkani, kodwa kweza uEliyakim+ kubo unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo. Isaya 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Kuya kuthi ke ngaloo mini ndimbize umkhonzi wam,+ oko kukuthi, uEliyakim+ unyana kaHilekiya.+
18 Bamemeza kukumkani, kodwa kweza uEliyakim+ kubo unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo.