2 Kumkani 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Bamemeza kukumkani, kodwa kweza uEliyakim+ kubo unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo. 2 Kumkani 18:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya izambatho zabo zikrazuliwe+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake. Isaya 36:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu weza kuye, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu+ owayegcina ingxelo.+
18 Bamemeza kukumkani, kodwa kweza uEliyakim+ kubo unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo.
37 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya izambatho zabo zikrazuliwe+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake.
3 Ngoko uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu weza kuye, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu+ owayegcina ingxelo.+