2 Kumkani 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngaphezulu, wathumela uEliyakim,+ owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala namadoda amakhulu ababingeleli begqubuthele ngamarhonya kuIsaya+ umprofeti unyana ka-Amotsi.+ Isaya 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Kuya kuthi ke ngaloo mini ndimbize umkhonzi wam,+ oko kukuthi, uEliyakim+ unyana kaHilekiya.+ Isaya 36:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu weza kuye, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu+ owayegcina ingxelo.+ Mateyu 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+
2 Ngaphezulu, wathumela uEliyakim,+ owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala namadoda amakhulu ababingeleli begqubuthele ngamarhonya kuIsaya+ umprofeti unyana ka-Amotsi.+
3 Ngoko uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu weza kuye, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu+ owayegcina ingxelo.+
16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+