1 Samuweli 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+ INdumiso 71:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Owu Thixo, musa ukuchasela kum.+Owu Thixo wam, khawuleza ukuza kundinceda.+ INdumiso 125:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 125 Abo bakholosa ngoYehova+BanjengeNtaba yeZiyon,+ engenakushukunyiswa, kodwa ihleli kude kube lixesha elingenammiselo.+
6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+
125 Abo bakholosa ngoYehova+BanjengeNtaba yeZiyon,+ engenakushukunyiswa, kodwa ihleli kude kube lixesha elingenammiselo.+