IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ke kaloku uYehova wathi kuGidiyon: “Abantu onabo baninzi kakhulu ukuba ndinganikela uMidiyan esandleni sabo.+ Mhlawumbi uSirayeli angazigwagwisa+ nxamnye nam, esithi, ‘Ndazisindisa ngesandla sam.’+

  • 2 Kumkani 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa wathi: “Musa ukoyika,+ ngokuba baninzi ngakumbi abo bakunye nathi ngaphezu kwabo bakunye nabo.”+

  • 2 Kronike 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UAsa wabiza kuYehova uThixo wakhe+ wathi: “Owu Yehova, ngokuphathelele ukunceda, akunamsebenzi kuwe enoba baninzi okanye ngabo bangenamandla.+ Khawusincede, Yehova Thixo wethu, kuba sayama ngawe,+ siza nxamnye nesi sihlwele ngegama lakho.+ Owu Yehova, unguThixo wethu.+ Musa ukuvumela umntu ofayo abe namandla nxamnye nawe.”+

  • INdumiso 115:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Nina enoyika uYehova, kholosani ngoYehova;+

      Uluncedo lwabo nekhaka labo.+

  • Hebhere 11:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 abathi ngokholo boyisa izikumkani kungquzulwano,+ baphumeza ubulungisa,+ bazuza izithembiso,+ bavingca imilomo yeengonyama,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share