IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 63:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Umkhumbi wewayini ndiwunyathele ndedwa,+ ngoxa kwakungekho mntu ukunye nam kwizizwana. Ndazixovula ndinomsindo,+ yaye ndazinyathela ngobushushu bam.+ Negazi lazo elitsazayo lazitshiza izambatho zam,+ yaye ndisingcolise sonke isinxibo sam.

  • Yoweli 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Fakani irhengqa,+ kuba isivuno sivuthiwe.+ Yizani, yihlani, kuba isixovulelo sewayini sizele.+ Okunene iifatyi zesixovulelo ziyaphuphuma; kuba ububi babo buninzi.+

  • ISityhilelo 14:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kwaye ingelosi+ leyo yalifaka irhengqa layo emhlabeni yawuhlanganisa umdiliya+ womhlaba, yaza yawuphosa kwisixovulelo esikhulu sewayini yomsindo kaThixo.+

  • ISityhilelo 19:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Emlonyeni wakhe kuphuma ikrele+ elide elibukhali, ukuze azixabele ngalo iintlanga, azaluse ngentonga yentsimbi.+ Uxovula nesixovulelo sewayini+ yomsindo wengqumbo kaThixo+ uSomandla.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share