15 Izembe liya kuzikhukhumalisa na ngaphezu kogawulayo, okanye isarha iya kuzenza nkulu na ngaphezu kwalowo uyishukushukumisayo, ngokungathi umsimelelo ushukushukumisa abo bawuphakamisela phezulu, ngokungathi intonga iphakamisela phezulu lowo ungengomthi?+