2 Kronike 32:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngaloo ndlela uYehova wamsindisa uHezekiya nabemi baseYerusalem esandleni sikaSenaribhe ukumkani waseAsiriya+ nasesandleni sabo bonke abanye yaye wabanika ukuphumla macala onke.+ Isaya 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuya kuthi ngaloo mini abo baseleyo bakwaSirayeli+ nabo basindileyo bendlu kaYakobi bangaze kwakhona bazixhase ngalowo ubabethayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuzixhasa ngoYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ benyanisile.+
22 Ngaloo ndlela uYehova wamsindisa uHezekiya nabemi baseYerusalem esandleni sikaSenaribhe ukumkani waseAsiriya+ nasesandleni sabo bonke abanye yaye wabanika ukuphumla macala onke.+
20 Kuya kuthi ngaloo mini abo baseleyo bakwaSirayeli+ nabo basindileyo bendlu kaYakobi bangaze kwakhona bazixhase ngalowo ubabethayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuzixhasa ngoYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ benyanisile.+