Ezra 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+ Nehemiya 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nakuba nibuyele kum+ naza nagcina imiyalelo yam+ nayenza,+ nangona abantu benu abasasazekileyo beya kuba besesiphelweni samazulu, ndiya kubaqokelela+ apho ndize ngokuqinisekileyo ndibazise+ kwindawo endiyikhethileyo ukuze ndilihlalise kuyo igama lam.’+ Isaya 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngaloo mini umntu wasemhlabeni uya kukhangela phezulu kuMenzi wakhe, namehlo akhe aya kondela kuLowo Ungcwele kaSirayeli.+ Isaya 54:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke oonyana bakho+ baya kufundiswa nguYehova,+ lube lukhulu uxolo loonyana bakho.+
3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+
9 Nakuba nibuyele kum+ naza nagcina imiyalelo yam+ nayenza,+ nangona abantu benu abasasazekileyo beya kuba besesiphelweni samazulu, ndiya kubaqokelela+ apho ndize ngokuqinisekileyo ndibazise+ kwindawo endiyikhethileyo ukuze ndilihlalise kuyo igama lam.’+
7 Ngaloo mini umntu wasemhlabeni uya kukhangela phezulu kuMenzi wakhe, namehlo akhe aya kondela kuLowo Ungcwele kaSirayeli.+