Isaya 37:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba kuya kuphuma intsalela+ eYerusalem nabo basindileyo eNtabeni yeZiyon.+ Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+
32 Kuba kuya kuphuma intsalela+ eYerusalem nabo basindileyo eNtabeni yeZiyon.+ Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+