IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+

  • Isaya 59:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wandula ke wambatha ubulungisa njengesambatho sentsimbi,+ nesigcina-ntloko sosindiso entloko.+ Ngapha koko, wambatha izambatho zempindezelo+ waza wazisonga ngenzondelelo ngokungathi sisambatho esingenamikhono.+

  • Hezekile 5:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Uya kwandula ke uphele+ umsindo wam,+ ndibuthomalalise ubushushu bam kubo ndize ndizithuthuzele;+ kuya kufuneka ke bazi ukuba mna, Yehova, ndithethile ngokuzingisa ekufuneni uzinikelo olupheleleyo,+ xa ndiwuphelelisa kubo umsindo wam.

  • Yoweli 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 UYehova uya kuba nenzondelelo ngelizwe lakhe+ yaye uya kubonisa imfesane ngabantu bakhe.+

  • Zekariya 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 kwaye ingelosi leyo yayithetha nam yahlabela mgama yathi kum: “Memeza, uthi, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Ndinekhwele, ikhwele elikhulu, ngeYerusalem nangeZiyon.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share