2 Kumkani 19:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba eYerusalem kuya kuphuma intsalela,+ nabo basindileyo bevela kwiNtaba yeZiyon.+ Yona kanye inzondelelo+ kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.
31 Kuba eYerusalem kuya kuphuma intsalela,+ nabo basindileyo bevela kwiNtaba yeZiyon.+ Yona kanye inzondelelo+ kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.