IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 12:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kuba uYehova akayi kubalahla+ abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ ngenxa yokuba uYehova ukuthabathele kuye ukunenza abantu bakhe.+

  • Isaya 43:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Mna—mna ndinguLowo ususa+ ukunxaxha kwakho+ ngenxa yam,+ kwaye izono zakho andiyi kuzikhumbula.+

  • Hezekile 36:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share