Isaya 39:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngelo xesha uMerodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iincwadi nesipho+ kuHezekiya, emva kokuba evile ukuba wayegula kodwa wayephinde womelela.+
39 Ngelo xesha uMerodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iincwadi nesipho+ kuHezekiya, emva kokuba evile ukuba wayegula kodwa wayephinde womelela.+