2 UDavide wathi: “Ndiya kumenzela ububele bothando uHanuni unyana kaNahashe, kanye njengoko uyise wandenzela ububele bothando.”+ Ngako oko uDavide wathumela ngabakhonzi bakhe+ ukuba amthuthuzele ngenxa kayise, baza abakhonzi bakaDavide bafika kwilizwe loonyana baka-Amoni.