Isaya 39:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ‘Yaye abanye boonyana bakho abaya kuphuma kuwe, abo uya kubazala, baya kuthatyathwa+ baze babe ngamagosa enkundla+ kwibhotwe likakumkani waseBhabhiloni.’”+
7 ‘Yaye abanye boonyana bakho abaya kuphuma kuwe, abo uya kubazala, baya kuthatyathwa+ baze babe ngamagosa enkundla+ kwibhotwe likakumkani waseBhabhiloni.’”+