2 Kumkani 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekuhambeni kwethuba uYehoyakin ukumkani wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ yena nonina+ nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe namagosa akhe enkundla; kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthabatha ngonyaka wesibhozo+ wokuba ngukumkani kwakhe. 2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe. 2 Kronike 33:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekugqibeleni uYehova wabazisela+ iintloko zomkhosi zikakumkani waseAsiriya,+ zamthimba uManase emigongxweni+ zambopha+ ngamakhamandela amabini obhedu zamsa eBhabhiloni. Hezekile 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Khawuncede, utsho kwindlu enemvukelo ukuthi,+ ‘Ngaba okunene anizazi ezi zinto ukuba zithetha ntoni?’ Yithi, ‘Khangela! Ukumkani waseBhabhiloni weza eYerusalem waza wathabatha ukumkani wayo+ neenkosana zayo wazizisa kuye eBhabhiloni.+
12 Ekuhambeni kwethuba uYehoyakin ukumkani wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ yena nonina+ nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe namagosa akhe enkundla; kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthabatha ngonyaka wesibhozo+ wokuba ngukumkani kwakhe.
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
11 Ekugqibeleni uYehova wabazisela+ iintloko zomkhosi zikakumkani waseAsiriya,+ zamthimba uManase emigongxweni+ zambopha+ ngamakhamandela amabini obhedu zamsa eBhabhiloni.
12 “Khawuncede, utsho kwindlu enemvukelo ukuthi,+ ‘Ngaba okunene anizazi ezi zinto ukuba zithetha ntoni?’ Yithi, ‘Khangela! Ukumkani waseBhabhiloni weza eYerusalem waza wathabatha ukumkani wayo+ neenkosana zayo wazizisa kuye eBhabhiloni.+