Estere 9:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko wathumela amaxwebhu abhaliweyo kuwo onke amaYuda kumaphondo+ alikhulu elinamashumi amabini anesixhenxe, kummandla ka-Ahaswerosi,+ ngamazwi oxolo nenyaniso,+ INdumiso 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndihambise enyanisweni yakho undifundise,+Ngokuba unguThixo ongumsindisi wam.+ו [Waw]Bendithembele kuwe imini yonke.+ INdumiso 38:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Akukho ndawo iphilileyo enyameni yam ngenxa yesiqalekiso sakho.+Uxolo alukho emathanjeni am ngenxa yesono sam.+ INdumiso 43:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Thumela ukukhanya kwakho nenyaniso yakho.+Ngamana zingandikhokela.+Ngamana zingandisa entabeni yakho engcwele nasemnqubeni wakho ozukileyo.+ INdumiso 86:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyalele, Yehova, ngendlela yakho.+Ndiya kuhamba enyanisweni yakho.+Yenze imanyane intliziyo yam ukuba iloyike igama lakho.+ Isaya 38:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wathi: “Ndiyakubongoza, Yehova, khawuncede, ukhumbule+ indlela endihambe ngayo+ phambi kwakho ngenyaniso+ nangentliziyo epheleleyo,+ yaye ndikwenzile okulungileyo emehlweni akho.” Watsho ngesililo esikhulu uHezekiya.+
30 Ngoko wathumela amaxwebhu abhaliweyo kuwo onke amaYuda kumaphondo+ alikhulu elinamashumi amabini anesixhenxe, kummandla ka-Ahaswerosi,+ ngamazwi oxolo nenyaniso,+
5 Ndihambise enyanisweni yakho undifundise,+Ngokuba unguThixo ongumsindisi wam.+ו [Waw]Bendithembele kuwe imini yonke.+
3 Akukho ndawo iphilileyo enyameni yam ngenxa yesiqalekiso sakho.+Uxolo alukho emathanjeni am ngenxa yesono sam.+
3 Thumela ukukhanya kwakho nenyaniso yakho.+Ngamana zingandikhokela.+Ngamana zingandisa entabeni yakho engcwele nasemnqubeni wakho ozukileyo.+
11 Ndiyalele, Yehova, ngendlela yakho.+Ndiya kuhamba enyanisweni yakho.+Yenze imanyane intliziyo yam ukuba iloyike igama lakho.+
3 wathi: “Ndiyakubongoza, Yehova, khawuncede, ukhumbule+ indlela endihambe ngayo+ phambi kwakho ngenyaniso+ nangentliziyo epheleleyo,+ yaye ndikwenzile okulungileyo emehlweni akho.” Watsho ngesililo esikhulu uHezekiya.+