IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 5:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yaye emva kokuzala kwakhe uMethusela uEnoki waqhubeka ehamba noTHIXO oyinyaniso iminyaka engamakhulu amathathu. Ngelo thuba wazala oonyana neentombi.

  • 1 Kumkani 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ukuze uYehova aliphumeze ilizwi lakhe awalithethayo ngam,+ esithi, ‘Ukuba oonyana bakho+ baya kuyinyamekela indlela yabo ngokuhamba+ enyanisweni+ phambi kwam ngayo yonke intliziyo yabo+ nangawo wonke umphefumlo wabo, akukho mntu wakho uya kunqunyulwa ekuhlaleni etroneni yakwaSirayeli.’+

  • 2 Kronike 31:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Yaye uHezekiya wenza ngolo hlobo kuye wonke uYuda, yaye waqhubeka esenza okulungileyo+ nokufanelekileyo+ nokuthembekileyo+ phambi kukaYehova uThixo wakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share