Isaya 39:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.”+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Ngenxa yokuba kuya kuqhubeka kukho uxolo nenyaniso+ ngemihla yam.”+
8 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.”+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Ngenxa yokuba kuya kuqhubeka kukho uxolo nenyaniso+ ngemihla yam.”+