Levitikus 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngako oko ilizwe aliyi kunihlanza ngenxa yokulenza inqambi kwenu njengoko beliya kuzihlanza iintlanga ezaziphambi kwenu.+ Duteronomi 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+ 2 Kronike 33:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wenza okubi emehlweni kaYehova,+ ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+
28 Ngako oko ilizwe aliyi kunihlanza ngenxa yokulenza inqambi kwenu njengoko beliya kuzihlanza iintlanga ezaziphambi kwenu.+
15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+
2 Wenza okubi emehlweni kaYehova,+ ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+